From Wikipedia, the free encyclopedia
Ufudo sisilwanyana esirhubuluzayo ngokokulandelelana kosapho lwakwa Testudines oluhlala emhlabeni. Kanye njengabazala balo abahlala emanzini, ooqongqothwane bolwandle, amafudo bakhuselwe ngoqweqwe kwiintshaba zabo ezibazingelayo ezifuna ukuwabulala. Ayacothoza xa ehamba, aze atye uhlaza. Uninzi lwawo mancinane kakhulu, kodwa ooqongqothwane bomhlaba bayakwazi ukuzolula amaxesha amaninzi atsho abemakhulu: laa aseGalapagos athandwa kakhulu. UDarwin wenza enye yeempazamo ezinqabileyo xa angazange aqonde okokuba ingaba isilwanyana ngasinye kwez sivela kwisiphi na isiqithi. Kwathi kamva kwabonakala ngokucacileyo okokuba zinawo umahluko othile ngokweziqithi ezihlala kuzo ngokwahlukana kwazo.
Oofudo abahlalayo eMzantsi Afrika
Seamless Wikipedia browsing. On steroids.
Every time you click a link to Wikipedia, Wiktionary or Wikiquote in your browser's search results, it will show the modern Wikiwand interface.
Wikiwand extension is a five stars, simple, with minimum permission required to keep your browsing private, safe and transparent.