Iwikipedia
From Wikipedia, the free encyclopedia
I-Wikipedia ([./File:Loudspeaker.png ] pronunciation (info • help)) yi-intanethi yomsebenzi wengqokolela yamagama kwiilwimi ezininzi. Isetenziswa simahla: abantu abayisebenzisayo ababhatali. Kananjalo, ''ivuleleke kuwonke-wonke''. Oko kuthetha okokuba nabani na angayikopa, kwaye ingalungiswa nangubani na (umntu angabhala kuyo). Kodwa, kukho imigaqo emayilandelwe xa kukotshwa okanye xa kulungiswa.
I-Wikipedia yeyombutho waseMelika, sisiseko seWikimedia, esiseSan Francisco, eCalifornia.
Igama layo ngumxube wamagama amabini, elithi wiki, igama laseHawai elimele 'ukukhawuleza' kunye nelithi and encyclopedia.[1] Because the word was made by combining parts of those words, it is a portmanteau.
It was started on January 10, 2001 by Jimmy Wales and Larry Sanger as part of an earlier Internet encyclopedia named Nupedia. On January 15, 2001, Wikipedia became a separate website of its own. It is a wiki that runs using the software MediaWiki (like all other Wikimedia projects).